Nyamezela by Zahara Mp3 Download
A fresh drop by Zahara hits hard titled Nyamezela. Bulelwa Mkutukana, known by her stage name Zahara, was a South African singer, songwriter and guitarist. she sang in Xhosa, her native language, as well as in English. A tune that never gets old.
Simply use the link below to stream and download Nyamezela by Zahara.
Lyrics of Nyamezela by Zahara
NdizonyamezelaNdide ndifike kuweNdizonyamezelaImihla yam yolulwe
NdizonyamezelaNdize ndifike kuweNdizonyamezelaImihla yam yolulwe
Namhlanje ndinokholoUbomi buzo tshintshaNdiboni lizwe litshaSinothando
Andinanto esandleniNdize kanye nkosiLiwa, libhek’ umoyaAkukho themba
NdizonyamezelaNdide ndifike kuweNdizonyamezelaImihla yam yolulwe
NdizonyamezelaNdize ndifike kuweNdizonyamezelaImihla yam yolulwe
Kubekdala ingcingaNdihambe, ndibuyeKuwe ndlela, namhlanje ndine thembaUbomi buzo tshintsha (eish)
Ndikhula ndinesihlahla ngumthunzi wamNamhlanje ndine thembaUbomi buzotshintsha
Ndandisiya nezihlweleKuyo indlu yakho namhlanje ndindodwaUndithembisile wothi uzobuyaNdibekuwe indlela namhlamje ndindo
Ndandisiya nezihlweleKuyo indlu yakho namhlanje ndindodwaUndithembisile uthi uzobuyaNdivekuwe indlela namhlamje ndindodwa
NdizonyamezelaNdize ndifike kuweNdizonyamezelaImihla yam yolulwe
NdizonyamezelaZendifike kuweNdizonyamezelaImihla yam yolulwe
NdizonyamezelaNdize ndifike kuweNdizonyamezelaImihla yam yolulwe
NdizonyamezelaNdize ndifike kuweNdizonyamezelaImihla yam yolulwe
Leave a Reply